Genesis 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho.
16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho.