IMizekeliso 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ekuhambahambeni kwakho uya kukukhokela;+ ekulaleni kwakho, uya kukulinda;+ nasekuvukeni kwakho, uya kuzixhalabisa ngawe.
22 Ekuhambahambeni kwakho uya kukukhokela;+ ekulaleni kwakho, uya kukulinda;+ nasekuvukeni kwakho, uya kuzixhalabisa ngawe.