Nehemiya 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza wenza imiqondiso nemimangaliso nxamnye noFaro nabo bonke abakhonzi bakhe nabo bonke abantu belizwe lakhe,+ kuba wawusazi ukuba babebakhukhumalele;+ yaye wazenzela igama+ njenganamhla. Yeremiya 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 wena owenza imiqondiso nemimangaliso kwilizwe laseYiputa kude kuse kule mini nakuSirayeli naphakathi kwabantu,+ ukuba uzenzele igama, kanye njengakule mini.+
10 Waza wenza imiqondiso nemimangaliso nxamnye noFaro nabo bonke abakhonzi bakhe nabo bonke abantu belizwe lakhe,+ kuba wawusazi ukuba babebakhukhumalele;+ yaye wazenzela igama+ njenganamhla.
20 wena owenza imiqondiso nemimangaliso kwilizwe laseYiputa kude kuse kule mini nakuSirayeli naphakathi kwabantu,+ ukuba uzenzele igama, kanye njengakule mini.+