Numeri 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akufika entlanjeni yakwaEshkoli,+ anqumla khona ihlumelo elinesihloko esinye seediliya.+ Asithwala ngesibonda engamadoda amabini, yaye enjenjalo nakwirharnati+ kwanakumakhiwane. Numeri 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ahamba afika kuMoses nakuAron nakwindibano yonke yoonyana bakaSirayeli entlango yaseParan, eKadeshe.+ Azisa ilizwi kubo nakuyo yonke indibano, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.
23 Akufika entlanjeni yakwaEshkoli,+ anqumla khona ihlumelo elinesihloko esinye seediliya.+ Asithwala ngesibonda engamadoda amabini, yaye enjenjalo nakwirharnati+ kwanakumakhiwane.
26 Ngoko ahamba afika kuMoses nakuAron nakwindibano yonke yoonyana bakaSirayeli entlango yaseParan, eKadeshe.+ Azisa ilizwi kubo nakuyo yonke indibano, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.