Genesis 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa kwesesine isizukulwana iya kubuyela apha,+ kuba isiphoso sama-Amori asikapheleli.”+ Duteronomi 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Uze ungenzi njalo kuYehova uThixo+ wakho, kuba yonke into ecekisekayo nethiyekileyo kuYehova, ziyenzile koothixo bazo, ngokuba kwanoonyana bazo neentombi zazo zizitshisa rhoqo emlilweni koothixo bazo.+ Duteronomi 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba uYehova uyamcekisa wonke ubani ozenzayo ezi zinto, yaye kungenxa yezi zinto zicekisekayo le nto uYehova uThixo wakho azigxothayo phambi kwakho.+
31 Uze ungenzi njalo kuYehova uThixo+ wakho, kuba yonke into ecekisekayo nethiyekileyo kuYehova, ziyenzile koothixo bazo, ngokuba kwanoonyana bazo neentombi zazo zizitshisa rhoqo emlilweni koothixo bazo.+
12 Kuba uYehova uyamcekisa wonke ubani ozenzayo ezi zinto, yaye kungenxa yezi zinto zicekisekayo le nto uYehova uThixo wakho azigxothayo phambi kwakho.+