Numeri 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+ INdumiso 78:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kookhokho babo wayenze ngokumangalisayo+Elizweni laseYiputa,+ intsimi yaseTsowan.+ INdumiso 105:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Babeka phakathi kwabo imibandela yemiqondiso yakhe,+Nemimangaliso kwilizwe lakwaHam.+
22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+