Duteronomi 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye wazi kakuhle ngentliziyo yakho ukuba uYehova uThixo wakho wayekulungisa, kanye njengoko umntu emlungisa unyana wakhe.+ Hebhere 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+
5 Kwaye wazi kakuhle ngentliziyo yakho ukuba uYehova uThixo wakho wayekulungisa, kanye njengoko umntu emlungisa unyana wakhe.+
6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+