Duteronomi 4:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 waza wagxotha phambi kwakho iintlanga ezinkulu nezinamandla kunawe, ukuze akungenise, akunike ilizwe lakho njengelifa njengoko kunjalo namhla.+ Duteronomi 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+ Duteronomi 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Yiva, Sirayeli, uyayiwela namhla iYordan+ usiya kuzihlutha ilizwe lazo iintlanga ezinkulu nezinamandla kunawe,+ izixeko ezikhulu ezinqatyiswe ukusa emazulwini,+
38 waza wagxotha phambi kwakho iintlanga ezinkulu nezinamandla kunawe, ukuze akungenise, akunike ilizwe lakho njengelifa njengoko kunjalo namhla.+
7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+
9 “Yiva, Sirayeli, uyayiwela namhla iYordan+ usiya kuzihlutha ilizwe lazo iintlanga ezinkulu nezinamandla kunawe,+ izixeko ezikhulu ezinqatyiswe ukusa emazulwini,+