Duteronomi 4:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.” Duteronomi 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Nguwo lo umyalelo, imimiselo nezigwebo aziyaleleyo uYehova uThixo wenu ukuba nizifundiswe,+ nize nizenze ezweni elo niwelela kulo ukuba nilidle ilifa; Yakobi 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Noko ke, yibani ngabenzi belizwi,+ ningabi ngabevayo kuphela, nizikhohlisa ngokuqiqa okuphosakeleyo.+
40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.”
6 “Nguwo lo umyalelo, imimiselo nezigwebo aziyaleleyo uYehova uThixo wenu ukuba nizifundiswe,+ nize nizenze ezweni elo niwelela kulo ukuba nilidle ilifa;
22 Noko ke, yibani ngabenzi belizwi,+ ningabi ngabevayo kuphela, nizikhohlisa ngokuqiqa okuphosakeleyo.+