IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Xa ithe yakude kuwe indawo leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wakho ukuba alimise kuyo igama+ lakhe, woxhela emhlambini wakho weenkomo nasemhlambini wakho weegusha akunikileyo uYehova, kanye njengoko ndakuyalelayo, udle emasangweni akho ngokunqwena konke komphefumlo wakho.+

  • Duteronomi 14:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Uze uthenge ngemali leyo nantoni na osukuba uyinqwenela+ umphefumlo wakho, iinkomo neezimvu neebhokhwe newayini nesiselo esinxilisayo+ nantoni na oyifunayo umphefumlo wakho; umele uzidlele apho phambi koYehova uThixo wakho, ube nemihlali,+ wena nendlu yakho.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share