2 Kumkani 23:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa ngonyaka weshumi elinesibhozo kaKumkani uYosiya le pasika yenziwa kuYehova eYerusalem.+ Yohane 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ipasika+ yamaYuda yayikufuphi, waza uYesu wenyuka waya eYerusalem.+ Yohane 11:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Ke kaloku ipasika+ yamaYuda yayikufuphi, kwaye abantu abaninzi baphuma kwelo lizwe benyuka baya eYerusalem ngaphambi kwepasika ukuze bazihlambulule ngokusesikweni.+
55 Ke kaloku ipasika+ yamaYuda yayikufuphi, kwaye abantu abaninzi baphuma kwelo lizwe benyuka baya eYerusalem ngaphambi kwepasika ukuze bazihlambulule ngokusesikweni.+