Duteronomi 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+ Yoshuwa 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yonke indawo oluya kunyathela kuyo unyawo lwenu, ngokuqinisekileyo ndiya kuninika yona, njengoko ndathembisayo kuMoses.+ INdumiso 44:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+
7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+
3 Yonke indawo oluya kunyathela kuyo unyawo lwenu, ngokuqinisekileyo ndiya kuninika yona, njengoko ndathembisayo kuMoses.+
2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+