1 Samuweli 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 NoSamuweli ke wambona uSawule, waza uYehova wamphendula wathi: “Nantsi le ndoda bendithe kuwe ngayo, ‘Nguye lo oya kugcina abantu bam phakathi kwemida.’”+ 1 Samuweli 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+ 1 Samuweli 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko wathumela yaza yaziswa. Ke kaloku yayibubomvurha,+ umfana onamehlo amahle noyinzwana ngembonakalo. Wandula ke uYehova wathi: “Sukuma, mthambise, kuba nguye lo!”+
17 NoSamuweli ke wambona uSawule, waza uYehova wamphendula wathi: “Nantsi le ndoda bendithe kuwe ngayo, ‘Nguye lo oya kugcina abantu bam phakathi kwemida.’”+
24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+
12 Ngako oko wathumela yaza yaziswa. Ke kaloku yayibubomvurha,+ umfana onamehlo amahle noyinzwana ngembonakalo. Wandula ke uYehova wathi: “Sukuma, mthambise, kuba nguye lo!”+