Duteronomi 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.) Duteronomi 31:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wammisela ke uYoshuwa unyana kaNun+ wathi: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kubangenisa oonyana bakaSirayeli ezweni endibafungele ngalo,+ yaye ndiya kuba nawe.” INdumiso 27:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Thembela ngoYehova;+ yiba nesibindi uze uvumele intliziyo yakho yomelele.+Ewe, thembela ngoYehova.+
38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.)
23 Wammisela ke uYoshuwa unyana kaNun+ wathi: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kubangenisa oonyana bakaSirayeli ezweni endibafungele ngalo,+ yaye ndiya kuba nawe.”
14 Thembela ngoYehova;+ yiba nesibindi uze uvumele intliziyo yakho yomelele.+Ewe, thembela ngoYehova.+