Eksodus 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Oonyana bakaGershon nguLibhini noShimeyi,+ ngokweentsapho zabo.+ Numeri 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ababhaliswayo kubo babengangenani layo yonke into eyindoda ukususela konyanga-nye ubudala ukusa phezulu.+ Ababhaliswayo kubo babengamawaka asixhenxe anamakhulu mahlanu.+ 1 Kronike 6:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Oonyana bakaGershom+ ngokweentsapho zabo babanika kwisizwe sakwaIsakare+ nakwisizwe sakwa-Ashere+ nakwisizwe sakwaNafetali+ nakwisizwe sakwaManase+ eBhashan, izixeko ezilishumi elinesithathu.
22 Ababhaliswayo kubo babengangenani layo yonke into eyindoda ukususela konyanga-nye ubudala ukusa phezulu.+ Ababhaliswayo kubo babengamawaka asixhenxe anamakhulu mahlanu.+
62 Oonyana bakaGershom+ ngokweentsapho zabo babanika kwisizwe sakwaIsakare+ nakwisizwe sakwa-Ashere+ nakwisizwe sakwaNafetali+ nakwisizwe sakwaManase+ eBhashan, izixeko ezilishumi elinesithathu.