1 Kronike 6:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Ngokubhekele phaya, babanika ngeqashiso kwisizwe soonyana bakaYuda+ nakwisizwe soonyana bakaSimeyon+ nakwisizwe soonyana bakaBhenjamin+ zona ezi zixeko, zibiziweyo ngamagama.
65 Ngokubhekele phaya, babanika ngeqashiso kwisizwe soonyana bakaYuda+ nakwisizwe soonyana bakaSimeyon+ nakwisizwe soonyana bakaBhenjamin+ zona ezi zixeko, zibiziweyo ngamagama.