Yoshuwa 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+
15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+