Numeri 35:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ezi zixeko zithandathu ziya kuba zezokusabela koonyana bakaSirayeli nakumphambukeli+ nakumfiki ophakathi kwenu, asabele kuzo nabani na obethe wabulala umphefumlo engaqondanga.+ Yoshuwa 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ukuze isibulala-mntu+ esibetha umphefumlo siwubulale singaqondanga yaye singazi sibalekele apho; yaye zimele zibe yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+ 1 Kronike 6:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Oonyana baka-Aron babanika izixeko zokusabela,+ iHebron,+ neLibhena+ namadlelo ayo neYatire+ neEshtemowa+ namadlelo ayo,
15 Ezi zixeko zithandathu ziya kuba zezokusabela koonyana bakaSirayeli nakumphambukeli+ nakumfiki ophakathi kwenu, asabele kuzo nabani na obethe wabulala umphefumlo engaqondanga.+
3 ukuze isibulala-mntu+ esibetha umphefumlo siwubulale singaqondanga yaye singazi sibalekele apho; yaye zimele zibe yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+
57 Oonyana baka-Aron babanika izixeko zokusabela,+ iHebron,+ neLibhena+ namadlelo ayo neYatire+ neEshtemowa+ namadlelo ayo,