Yoshuwa 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Waza uYoshuwa naye wonke uSirayeli owayekunye naye badlula eMakeda baya eLibhena baza balwa imfazwe neLibhena.+ Yoshuwa 15:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 ILibhena+ ne-Etere+ neAshan, Isaya 37:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+
29 Waza uYoshuwa naye wonke uSirayeli owayekunye naye badlula eMakeda baya eLibhena baza balwa imfazwe neLibhena.+
8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+