Numeri 35:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ezi zixeko zithandathu ziya kuba zezokusabela koonyana bakaSirayeli nakumphambukeli+ nakumfiki ophakathi kwenu, asabele kuzo nabani na obethe wabulala umphefumlo engaqondanga.+ Yoshuwa 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ukuze isibulala-mntu+ esibetha umphefumlo siwubulale singaqondanga yaye singazi sibalekele apho; yaye zimele zibe yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+
15 Ezi zixeko zithandathu ziya kuba zezokusabela koonyana bakaSirayeli nakumphambukeli+ nakumfiki ophakathi kwenu, asabele kuzo nabani na obethe wabulala umphefumlo engaqondanga.+
3 ukuze isibulala-mntu+ esibetha umphefumlo siwubulale singaqondanga yaye singazi sibalekele apho; yaye zimele zibe yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+