Numeri 35:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ezi zixeko zithandathu ziya kuba zezokusabela koonyana bakaSirayeli nakumphambukeli+ nakumfiki ophakathi kwenu, asabele kuzo nabani na obethe wabulala umphefumlo engaqondanga.+
15 Ezi zixeko zithandathu ziya kuba zezokusabela koonyana bakaSirayeli nakumphambukeli+ nakumfiki ophakathi kwenu, asabele kuzo nabani na obethe wabulala umphefumlo engaqondanga.+