Yoshuwa 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiya kukwenza ube mkhulu emehlweni kaSirayeli wonke,+ ukuze azi ukuba kanye njengoko ndaba noMoses+ nawe ndiya kuba nawe.+ INdumiso 75:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba nguThixo umgwebi.+Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+
7 Yaye uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiya kukwenza ube mkhulu emehlweni kaSirayeli wonke,+ ukuze azi ukuba kanye njengoko ndaba noMoses+ nawe ndiya kuba nawe.+