-
Numeri 35:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 Nimele nilinganise ngaphandle kwesixeko kwicala elingasempuma iikubhite ezingamawaka amabini nakwicala elingasemzantsi iikubhite ezingamawaka amabini nakwicala elingasentshona iikubhite ezingamawaka amabini nakwicala elingasemntla iikubhite ezingamawaka amabini, isixeko sibe phakathi. Lawo oba ngamadlelo ezixeko zabo.
-