Numeri 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathi uMoses kubo: “Ukuba niyenzile le nto, naxhobela imfazwe phambi koYehova,+ Duteronomi 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ngoko ndaniyalela ngelo xesha, ndisithi, ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba nilidle ilifa. Niya kuwela, nixhobile, phambi kwabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nonke nina madoda anobukroti.+
18 “Ngoko ndaniyalela ngelo xesha, ndisithi, ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba nilidle ilifa. Niya kuwela, nixhobile, phambi kwabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nonke nina madoda anobukroti.+