Yoshuwa 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku uYoshuwa wayemdala, iminyaka ihambile.+ Ngoko uYehova wathi kuye: “Wena umdala kwaye iminyaka ihambile kuwe, kwaye ilizwe elimele lithatyathwe njengelifa lisasele ngomkhamo omkhulu.+
13 Ke kaloku uYoshuwa wayemdala, iminyaka ihambile.+ Ngoko uYehova wathi kuye: “Wena umdala kwaye iminyaka ihambile kuwe, kwaye ilizwe elimele lithatyathwe njengelifa lisasele ngomkhamo omkhulu.+