IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+

  • ABagwebi 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 nam andiyi kugxotha kwakhona phambi kwabo nalunye lwezo ntlanga uYoshuwa awazishiyayo ukufa kwakhe,+

  • ABagwebi 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngenxa yoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabathengisa+ kwisandla sikaKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya;+ yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share