Eksodus 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wanyula ke uMoses amadoda afanelekileyo kuSirayeli ephela waza wawanika izikhundla zokuba ziintloko phezu kwabantu,+ aba ziintloko zamawaka, iintloko zamakhulu, iintloko zamashumi ngamahlanu neentloko zamashumi. Numeri 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngabo aba ababizwayo kuyo indibano, izikhulu+ zezizwe zooyise. Bona baziintloko zamawaka akwaSirayeli.”+ Yoshuwa 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 uYoshuwa wabiza uSirayeli wonke,+ amadoda akhe amakhulu neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe,+ waza wathi kubo: “Ke mna, ndimdala, neentsuku zihambile kum.
25 Wanyula ke uMoses amadoda afanelekileyo kuSirayeli ephela waza wawanika izikhundla zokuba ziintloko phezu kwabantu,+ aba ziintloko zamawaka, iintloko zamakhulu, iintloko zamashumi ngamahlanu neentloko zamashumi.
16 Ngabo aba ababizwayo kuyo indibano, izikhulu+ zezizwe zooyise. Bona baziintloko zamawaka akwaSirayeli.”+
2 uYoshuwa wabiza uSirayeli wonke,+ amadoda akhe amakhulu neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe,+ waza wathi kubo: “Ke mna, ndimdala, neentsuku zihambile kum.