IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 ukuze umoyike+ uYehova uThixo wakho, uyigcine yonke imimiselo nemiyalelo yakhe endikuyalela yona, wena nonyana wakho nomzukulwana wakho,+ yonke imihla yobomi bakho, ukuze yolulwe imihla yakho.+

  • INdumiso 76:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Wena—uyoyikeka,+

      Ngubani onokuma phambi kwakho ngenxa yamandla omsindo wakho?+

  • Yeremiya 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+

  • 1 Petros 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share