Genesis 36:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko uEsawu wahlala kummandla weentaba wakwaSehire.+ UEsawu ke lowo nguEdom.+ Duteronomi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+
5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+