Eksodus 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi akusondela uFaro, bawaphakamisa amehlo abo oonyana bakaSirayeli, bawabona amaYiputa ehamba emva kwabo; boyika kakhulu oonyana bakaSirayeli baza badanduluka kuYehova.+
10 Wathi akusondela uFaro, bawaphakamisa amehlo abo oonyana bakaSirayeli, bawabona amaYiputa ehamba emva kwabo; boyika kakhulu oonyana bakaSirayeli baza badanduluka kuYehova.+