Yoshuwa 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Oonyana bakaSirayeli baqhubeka bemise inkampu eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga,+ ngokuhlwa, kumathafa ayinkqantosi aseYeriko.
10 Oonyana bakaSirayeli baqhubeka bemise inkampu eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga,+ ngokuhlwa, kumathafa ayinkqantosi aseYeriko.