Levitikus 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko bafanele bangabi sayibingelela imibingelelo yabo kwiidemon ezimilise okweebhokhwe+ ababa neentlobano zokuziphatha okubi kunye nazo.+ Lo iya kuba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni, ezizukulwaneni zenu.”’ Hezekile 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nobunongogo bakhe baseYiputa akazange abushiye, kuba ebutsheni bakhe babelala naye, yaye ngabo ababecinezela izifuba zobunyulu bakhe, bethululela kuye iintlobano zokuziphatha okubi.+
7 Ngoko bafanele bangabi sayibingelela imibingelelo yabo kwiidemon ezimilise okweebhokhwe+ ababa neentlobano zokuziphatha okubi kunye nazo.+ Lo iya kuba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni, ezizukulwaneni zenu.”’
8 Nobunongogo bakhe baseYiputa akazange abushiye, kuba ebutsheni bakhe babelala naye, yaye ngabo ababecinezela izifuba zobunyulu bakhe, bethululela kuye iintlobano zokuziphatha okubi.+