Yoshuwa 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye abantu benyuka bephuma eYordan ngolweshumi enyangeni yokuqala baza bamisa inkampu eGiligali+ kumda waseYeriko ongasempuma. Yoshuwa 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuvisisana noko uYoshuwa wazenzela izitshetshe zeqhwitha waza wabalusa oonyana bakaSirayeli eGibheyati-haraloti.+
19 Yaye abantu benyuka bephuma eYordan ngolweshumi enyangeni yokuqala baza bamisa inkampu eGiligali+ kumda waseYeriko ongasempuma.
3 Ngokuvisisana noko uYoshuwa wazenzela izitshetshe zeqhwitha waza wabalusa oonyana bakaSirayeli eGibheyati-haraloti.+