Duteronomi 31:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UMoses wambiza ke uYoshuwa waza wathi kuye phambi kwamehlo kaSirayeli wonke: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kungenisa esi sizwana kulo ilizwe awafungayo uYehova kookhokho bakho ukuba wobanika lona, yaye nguwe oya kubadlisa ilifa lalo.+
7 UMoses wambiza ke uYoshuwa waza wathi kuye phambi kwamehlo kaSirayeli wonke: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kungenisa esi sizwana kulo ilizwe awafungayo uYehova kookhokho bakho ukuba wobanika lona, yaye nguwe oya kubadlisa ilifa lalo.+