Genesis 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+ Yoshuwa 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukumkani waseYeriko,+ emnye; ukumkani waseAyi,+ eyayisecaleni kweBheteli, emnye;
8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+