Nehemiya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+ Yobhi 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Akuphakamisa amehlo awo esekude akazange amqonde ngoko. Aza aphakamisa ilizwi lawo alila, akrazula+ elowo isambatho sakhe esingenamikhono yaye aphosa uthuli phezulu ezulwini lwawela ezintlokweni zawo.+
9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+
12 Akuphakamisa amehlo awo esekude akazange amqonde ngoko. Aza aphakamisa ilizwi lawo alila, akrazula+ elowo isambatho sakhe esingenamikhono yaye aphosa uthuli phezulu ezulwini lwawela ezintlokweni zawo.+