Eksodus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+ INdumiso 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.
27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+
7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.