Yoshuwa 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nawuphi na umntu owuvukelayo umyalelo wakho+ aze angawaphulaphuli amazwi akho kuyo yonke into omyalela yona uya kubulawa.+ Kuphela yiba nesibindi womelele.”+ Yoshuwa 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waza wathi uYoshuwa: “Kutheni na usizisele ishwangusha nje?+ UYehova uza kukuzisela ishwangusha ngalo mhla.” Ngoko wonke uSirayeli wamgibisela ngamatye,+ emva koko babatshisa ngomlilo.+ Ngaloo ndlela babaxuluba ngamatye.
18 Nawuphi na umntu owuvukelayo umyalelo wakho+ aze angawaphulaphuli amazwi akho kuyo yonke into omyalela yona uya kubulawa.+ Kuphela yiba nesibindi womelele.”+
25 Waza wathi uYoshuwa: “Kutheni na usizisele ishwangusha nje?+ UYehova uza kukuzisela ishwangusha ngalo mhla.” Ngoko wonke uSirayeli wamgibisela ngamatye,+ emva koko babatshisa ngomlilo.+ Ngaloo ndlela babaxuluba ngamatye.