1 Samuweli 14:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Wandula ke wathi uSawule kuYonatan: “Ndixelele, Wenze ntoni na?”+ Ngoko uYonatan wamxelela wathi: “Enyanisweni ndingcamle nje intwana yobusi ngencam yentonga esesandleni sam.+ Ndim lo! Mandife ke!” IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+
43 Wandula ke wathi uSawule kuYonatan: “Ndixelele, Wenze ntoni na?”+ Ngoko uYonatan wamxelela wathi: “Enyanisweni ndingcamle nje intwana yobusi ngencam yentonga esesandleni sam.+ Ndim lo! Mandife ke!”
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+