Yoshuwa 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umda wenyuka waya eDebhiri kwintili yaseAkore+ wajika waya ngasemantla eGiligali,+ engaphambi kokunyuka kweAdumim, engasezantsi kwentlambo; yaye umda wawudlulela kumanzi ase-En-shemeshe,+ kwaye isiphelo sawo sasise-En-rogele.+ Isaya 65:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye iSharon+ iya kuba lidlelo lezimvu+ nentili yaseAkore+ ibe yindawo yokuphumla iinkomo, yabantu bam abaya kube bendifunile.+ Hoseya 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiza kumnika izidiliya zakhe ukususela ngelo xesha kuse phambili,+ nentili yeAkore+ njengesango lethemba; yaye ngokuqinisekileyo uya kuphendula apho njengeemini zobutsha bakhe+ nanjengemini yokuphuma kwakhe kwilizwe laseYiputa.+
7 Umda wenyuka waya eDebhiri kwintili yaseAkore+ wajika waya ngasemantla eGiligali,+ engaphambi kokunyuka kweAdumim, engasezantsi kwentlambo; yaye umda wawudlulela kumanzi ase-En-shemeshe,+ kwaye isiphelo sawo sasise-En-rogele.+
10 Kwaye iSharon+ iya kuba lidlelo lezimvu+ nentili yaseAkore+ ibe yindawo yokuphumla iinkomo, yabantu bam abaya kube bendifunile.+
15 Yaye ndiza kumnika izidiliya zakhe ukususela ngelo xesha kuse phambili,+ nentili yeAkore+ njengesango lethemba; yaye ngokuqinisekileyo uya kuphendula apho njengeemini zobutsha bakhe+ nanjengemini yokuphuma kwakhe kwilizwe laseYiputa.+