IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuphela ngabafazi benu nabantwana benu nemfuyo yenu (ndiyazi ukuba ninemfuyo eninzi) abaya kusala ezixekweni zenu endininike zona,+

  • Duteronomi 29:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Emva koko salithabatha ilizwe labo saza salinika amaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase njengelifa.+

  • Yoshuwa 13:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 AmaRubhen namaGadi kunye nesinye isiqingatha sesizwe, alithabatha ilifa lawo uMoses awawanika lona ngaphesheya kweYordan ukuya ngasempuma, kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayewanikile,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share