Eksodus 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke uThixo wabajikelezisa abantu ngendlela yasentlango yoLwandle Olubomvu.+ Kodwa ke babexhotyiselwe idabi oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo bephuma ezweni laseYiputa.+ Numeri 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 bayiwela iYordan phambi koYehova bonke abaxhobileyo kuni, ade azigxothe iintshaba zakhe phambi kwakhe,+ Duteronomi 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ngoko ndaniyalela ngelo xesha, ndisithi, ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba nilidle ilifa. Niya kuwela, nixhobile, phambi kwabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nonke nina madoda anobukroti.+
18 Ngoko ke uThixo wabajikelezisa abantu ngendlela yasentlango yoLwandle Olubomvu.+ Kodwa ke babexhotyiselwe idabi oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo bephuma ezweni laseYiputa.+
21 bayiwela iYordan phambi koYehova bonke abaxhobileyo kuni, ade azigxothe iintshaba zakhe phambi kwakhe,+
18 “Ngoko ndaniyalela ngelo xesha, ndisithi, ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba nilidle ilifa. Niya kuwela, nixhobile, phambi kwabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nonke nina madoda anobukroti.+