INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+ INdumiso 78:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+