Yoshuwa 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye oonyana bakaSirayeli abazange bawahluthe+ amaGeshure namaMahakati ilizwe lawo, kodwa uGeshure+ noMahakati baqhubeka behlala phakathi koSirayeli de kwanamhla.
13 Yaye oonyana bakaSirayeli abazange bawahluthe+ amaGeshure namaMahakati ilizwe lawo, kodwa uGeshure+ noMahakati baqhubeka behlala phakathi koSirayeli de kwanamhla.