Numeri 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba iHeshbhon yayisisixeko sikaSihon.+ Wayengukumkani wama-Amori,+ yaye nguye owalwa nokumkani wakwaMowabhi ngaphambili waza walithabatha lonke ilizwe lakhe esandleni sakhe kwesa eArnon.+ Duteronomi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, sazitshabalalisa,+ kanye njengoko senzayo kuSihon ukumkani waseHeshbhon, ekutshabalaliseni kwethu izixeko zonke, amadoda, abafazi nabantwana abancinane.+
26 Kuba iHeshbhon yayisisixeko sikaSihon.+ Wayengukumkani wama-Amori,+ yaye nguye owalwa nokumkani wakwaMowabhi ngaphambili waza walithabatha lonke ilizwe lakhe esandleni sakhe kwesa eArnon.+
6 Noko ke, sazitshabalalisa,+ kanye njengoko senzayo kuSihon ukumkani waseHeshbhon, ekutshabalaliseni kwethu izixeko zonke, amadoda, abafazi nabantwana abancinane.+