Numeri 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+ Numeri 21:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko ke bamxabela yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo;+ balidla ilifa ilizwe lakhe.+
24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+
35 Ngoko ke bamxabela yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo;+ balidla ilifa ilizwe lakhe.+