Levitikus 7:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Lowo phakathi koonyana baka-Aron usondeza igazi lemibingelelo yobudlelane nenqatha, umlenze wasekunene woba sisahlulo sakhe.+ 1 Korinte 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?
33 Lowo phakathi koonyana baka-Aron usondeza igazi lemibingelelo yobudlelane nenqatha, umlenze wasekunene woba sisahlulo sakhe.+
13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?