Numeri 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ahamba ke amadoda amakhulu akwaMowabhi namadoda amakhulu akwaMidiyan ephethe intlawulo yokuvumisa+ ezandleni zawo, aya kuBhileham+ aza athetha kuye amazwi kaBhalaki. Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
7 Ahamba ke amadoda amakhulu akwaMowabhi namadoda amakhulu akwaMidiyan ephethe intlawulo yokuvumisa+ ezandleni zawo, aya kuBhileham+ aza athetha kuye amazwi kaBhalaki.
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+