Genesis 48:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngako oko oonyana bakho ababini abazalelwe ezweni laseYiputa ngaphambi kokuza kwam kuwe apha eYiputa, ngabam.+ UEfrayim noManase baya kuba ngabam njengoRubhen noSimeyon.+ 1 Kronike 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—
5 Ngako oko oonyana bakho ababini abazalelwe ezweni laseYiputa ngaphambi kokuza kwam kuwe apha eYiputa, ngabam.+ UEfrayim noManase baya kuba ngabam njengoRubhen noSimeyon.+
2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—