Numeri 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba uYehova uyayoliswa sithi,+ wosisa ngokuqinisekileyo kweli lizwe, asinike, ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.+ INdumiso 60:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 KuThixo siya kuzuza amandla,+Yaye yena uya kuzinyathela iintshaba zethu.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+ Filipi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ezintweni zonke ndinamandla ngenxa yalowo undomelezayo.+
8 Ukuba uYehova uyayoliswa sithi,+ wosisa ngokuqinisekileyo kweli lizwe, asinike, ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.+